SIBANYE

We are one - isiXhosa

Singabonakala sahlukile, wena nam,

sivakale sahlukile,
senze izinto ngokwahlukileyo,
sitye ukutya okwahlukileyo,
kwaye sihlale kwiindawo ezahlukileyo.
Kodwa xa ndijonga emehlweni akho, ndiyazibona.

Le yincwadi enesingqisho esikwenza ukuba uzole, engobuhlobo nobuntu, ebhiyozela izinto esahluke ngazo nezo sifanayo ngazo.